IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 25:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kothi ke ukuba uthe ongendawo wafanelwa kukubethwa,+ umgwebi amlalise phantsi aze abethwe+ phambi kwakhe imivumbo elingene isenzo sakhe sobungendawo.

  • Yohane 9:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 UYesu wathi kubo: “Ukuba beniziimfama, ngeningenasono. Kodwa ngoku nithi, ‘Siyabona.’+ Isono senu+ sihleli.”

  • Yakobi 1:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Noko ke, yibani ngabenzi belizwi,+ ningabi ngabevayo kuphela, nizikhohlisa ngokuqiqa okuphosakeleyo.+

  • Yakobi 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko ke, ukuba ubani uyakwazi ukwenza okulungileyo kodwa angakwenzi,+ kusisono+ oko kuye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share