IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo,+ wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nenkunzi yakho yenkomo ne-esile lakho naso nasiphi na isilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho,+ ukuze liphumle ikhoboka lakho nekhobokazana lakho njengawe.+

  • Mateyu 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 kwaye, khangela! nanko umntu onesandla esomileyo!+ Ngoko ukuze bafumane isimangalo ngokunxamnye naye+ bambuza bathi, “Kusemthethweni na ukuphilisa ngesabatha?”

  • Marko 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko babemlalele ukubona enoba wayeza kumphilisa kusini na loo mntu ngesabatha, ukuze bammangalele.+

  • Yohane 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko ngenxa yoko amaYuda amtshutshisa+ uYesu, kuba wayezenza ezi zinto ngeSabatha.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share