Mateyu 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ngenani ngesango elimxinwa;+ ngokuba ibanzi kwaye iphangalele indlela esa entshabalalweni, yaye baninzi abangena ngayo; Filipi 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Asikuko nokuba sele ndilufumene okanye sele ndenziwe ndagqibelela,+ kodwa ndinosukelo+ lokuzuza+ oko nam ndizuzelwe+ kona nguKristu Yesu.
13 “Ngenani ngesango elimxinwa;+ ngokuba ibanzi kwaye iphangalele indlela esa entshabalalweni, yaye baninzi abangena ngayo;
12 Asikuko nokuba sele ndilufumene okanye sele ndenziwe ndagqibelela,+ kodwa ndinosukelo+ lokuzuza+ oko nam ndizuzelwe+ kona nguKristu Yesu.