Mateyu 25:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Ngoko ukumkani uya kuthi kwabo bangasekunene kwakhe, ‘Yizani, nina nisikelelweyo nguBawo,+ budleni ilifa+ ubukumkani+ obalungiselelwa nina ukususela ekusekweni kwehlabathi.+ Yohane 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Endlwini kaBawo zininzi iindawo zokuhlala.+ Kungenjalo, ngendinixelele, ngenxa yokuba ndiyemka ndiya kunilungiselela indawo.+
34 “Ngoko ukumkani uya kuthi kwabo bangasekunene kwakhe, ‘Yizani, nina nisikelelweyo nguBawo,+ budleni ilifa+ ubukumkani+ obalungiselelwa nina ukususela ekusekweni kwehlabathi.+
2 Endlwini kaBawo zininzi iindawo zokuhlala.+ Kungenjalo, ngendinixelele, ngenxa yokuba ndiyemka ndiya kunilungiselela indawo.+