IZenzo 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 wathi kubo: “Niyazi kakuhle indlela ekungekho mthethweni ngayo ngomYuda ukuba azibandakanye okanye asondele kumntu wesinye isizwe;+ ukanti mna uThixo undibonise ukuba ndifanele ndingabizi mntu ngokuthi uyinqambi okanye akahlambulukanga.+
28 wathi kubo: “Niyazi kakuhle indlela ekungekho mthethweni ngayo ngomYuda ukuba azibandakanye okanye asondele kumntu wesinye isizwe;+ ukanti mna uThixo undibonise ukuba ndifanele ndingabizi mntu ngokuthi uyinqambi okanye akahlambulukanga.+