IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+ Yohane 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kambe ke, akukho bani wayengathetha ngaye esidlangalaleni ngenxa yokoyika amaYuda.+ Yohane 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Abazali bakhe bazitsho ezi zinto ngenxa yokuba babesoyika+ amaYuda, kuba amaYuda ayesele efikelele kwisivumelwano sokuba, ukuba nabani na uyamvuma ukuba unguKristu, ufanele agxothwe kwindlu yesikhungu.+
22 Abazali bakhe bazitsho ezi zinto ngenxa yokuba babesoyika+ amaYuda, kuba amaYuda ayesele efikelele kwisivumelwano sokuba, ukuba nabani na uyamvuma ukuba unguKristu, ufanele agxothwe kwindlu yesikhungu.+