Yohane 19:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kodwa elinye lamajoni lamthi xhole ngomkhonto ecaleni,+ kwaza ngoko nangoko kwaphuma igazi namanzi. 1 Yohane 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+
34 Kodwa elinye lamajoni lamthi xhole ngomkhonto ecaleni,+ kwaza ngoko nangoko kwaphuma igazi namanzi.
1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+