Mateyu 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaloo mihla kwafika uYohane umBhaptizi+ eshumayela entlango+ yelakwaYuda, Luka 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, ingelosi yathi kuye: “Musa ukoyika, Zekariya, kuba isikhungo sakho siviwe ngokukholekileyo,+ yaye umfazi wakho uElizabhete uya kuba ngunina wonyana wakho, ibe uya kumbiza ngokuba nguYohane+ igama lakhe.
13 Noko ke, ingelosi yathi kuye: “Musa ukoyika, Zekariya, kuba isikhungo sakho siviwe ngokukholekileyo,+ yaye umfazi wakho uElizabhete uya kuba ngunina wonyana wakho, ibe uya kumbiza ngokuba nguYohane+ igama lakhe.