IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 13:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kwakungqendeve ngaphambi kwesifuba sikaYesu omnye wabafundi bakhe, yaye uYesu wayemthanda.+

  • Yohane 19:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngoko ke uYesu, ebona unina nomfundi lowo wayemthanda+ bemi khona apho, wathi kunina: “Mfazi, khawubone! Unyana wakho!”

  • Yohane 20:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko wabaleka waya kuSimon Petros nakomnye umfundi,+ lowo uYesu wayenomsa ngaye, wathi kubo: “Bayisusile iNkosi kwingcwaba lenkumbulo,+ yaye asazi apho bayibeke khona.”

  • Yohane 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko ke loo mfundi uYesu wayefudula emthanda+ wathi kuPetros:+ “YiNkosi!” Ngoko ke uSimon Petros, akuva ukuba yiNkosi, wabhinqa isambatho sakhe sangaphezulu, kuba wayehamba ze, waza waziphosa elwandle.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share