Yohane 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa ukuba ndiyayenza, kwanakuba ningandikholelwa, yikholelweni imisebenzi,+ ukuze nazi yaye niqhubeke nisazi ukuba uBawo umanyene nam, nam ndimanyene noBawo.”+ Yohane 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nivile ukuba ndithe kuni, Ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda, beniya kuba nemihlali kukuba ndisimka ndisiya kuBawo, kuba uBawo mkhulu+ kunam.
38 Kodwa ukuba ndiyayenza, kwanakuba ningandikholelwa, yikholelweni imisebenzi,+ ukuze nazi yaye niqhubeke nisazi ukuba uBawo umanyene nam, nam ndimanyene noBawo.”+
28 Nivile ukuba ndithe kuni, Ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda, beniya kuba nemihlali kukuba ndisimka ndisiya kuBawo, kuba uBawo mkhulu+ kunam.