IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Owu akwaba ubungandifihla eShiyol,+

      Undigcine ndifihlakele de ubuye umsindo wakho,

      Undibekele umda wexesha+ uze undikhumbule!+

  • Isaya 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Okunene uya kuginya ukufa ngonaphakade,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova ngokuqinisekileyo iya kosula iinyembezi ebusweni bonke.+ Nongcikivo lwabantu bakhe uya kulususa emhlabeni wonke,+ kuba uYehova uthethile.

  • Isaya 26:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+

  • ISityhilelo 20:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ndababona nabafileyo, abakhulu nabancinane,+ bemi phambi kwetrone, nemisongo yayivuliwe. Kodwa kwavulwa omnye umsongo; umsongo wobomi.+ Baza abafileyo bagwetywa ngokwezinto ezibhalwe kuloo misongo ngokwezenzo zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share