2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+ ISityhilelo 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngapha koko, nabani na ongafunyanwanga ebhaliwe encwadini yobomi+ waphoswa edikeni lomlilo.+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+