Yohane 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 (UYohane wanikela ubungqina ngaye, ewe, okunene wadanduluka—lo ngulowo wakutshoyo oko—esithi: “Lowo uzayo emva kwam uye wadlulela phambi kwam, ngenxa yokuba wabakho ngaphambi kwam.”)+ Yohane 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 UYohane wangqina, esithi: “Ndawubona umoya usihla njengehobe uphuma ezulwini, waza wahlala phezu kwakhe.+
15 (UYohane wanikela ubungqina ngaye, ewe, okunene wadanduluka—lo ngulowo wakutshoyo oko—esithi: “Lowo uzayo emva kwam uye wadlulela phambi kwam, ngenxa yokuba wabakho ngaphambi kwam.”)+
32 UYohane wangqina, esithi: “Ndawubona umoya usihla njengehobe uphuma ezulwini, waza wahlala phezu kwakhe.+