IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Wena ke, qhubeka kude kube sekupheleni;+ uya kuphumla,+ kodwa uya kubuya uvuke, wamkele isabelo selifa lakho ekupheleni kwemihla.”+

  • Yohane 11:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UMarta wathi kuye: “Ndiyazi ukuba uza kuvuka eluvukweni+ ngomhla wokugqibela.”

  • IZenzo 17:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”

  • 1 Tesalonika 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ngenxa yokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla ivela ezulwini,+ idanduluke ngezwi lesiphatha-zingelosi+ nangexilongo likaThixo,+ yaye abo bafe bemanyene noKristu baya kuvuka kuqala.+

  • ISityhilelo 20:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ndababona nabafileyo, abakhulu nabancinane,+ bemi phambi kwetrone, nemisongo yayivuliwe. Kodwa kwavulwa omnye umsongo; umsongo wobomi.+ Baza abafileyo bagwetywa ngokwezinto ezibhalwe kuloo misongo ngokwezenzo zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share