Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Luka 8:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, waxelelwa kwathiwa: “Unyoko nabantakwenu bemi ngaphandle bafuna ukukubona.”+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?