Yohane 8:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 La mazwi wawathetha kwindawo yokugcina ubuncwane+ njengoko wayefundisa etempileni. Kodwa akukho bani wambambayo+ ngenxa yokuba lalingekafiki ilixa+ lakhe.
20 La mazwi wawathetha kwindawo yokugcina ubuncwane+ njengoko wayefundisa etempileni. Kodwa akukho bani wambambayo+ ngenxa yokuba lalingekafiki ilixa+ lakhe.