Eksodus 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+ Duteronomi 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 (UMoses wabeka umthetho phezu kwethu njengomyalelo,+Ilifa ke elo lebandla lakwaYakobi.)+ IZenzo 7:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina. Galati 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+
3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+
38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.
19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+