Mateyu 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye ze ningafane nithi, ‘Sinobawo uAbraham.’+ Kuba ndithi kuni uThixo unako ukumvelisela abantwana kuwo la matye uAbraham.+
9 yaye ze ningafane nithi, ‘Sinobawo uAbraham.’+ Kuba ndithi kuni uThixo unako ukumvelisela abantwana kuwo la matye uAbraham.+