Yohane 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+ Yohane 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYesu waphendula wathi: “Kukho iiyure ezilishumi elinesibini zokukhanya kwemini, akunjalo? Ukuba nabani na uhamba ekukhanyeni kwemini+ akangqubeki kuyo nantoni na, kuba uyakubona ukukhanya kweli hlabathi.
34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+
9 UYesu waphendula wathi: “Kukho iiyure ezilishumi elinesibini zokukhanya kwemini, akunjalo? Ukuba nabani na uhamba ekukhanyeni kwemini+ akangqubeki kuyo nantoni na, kuba uyakubona ukukhanya kweli hlabathi.