Mateyu 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+ IZenzo 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uYohane, eneneni, wabhaptiza ngamanzi, kodwa nina niya kubhaptizelwa kumoya oyingcwele+ kungekabi ziintsuku ezininzi emva koku.” IZenzo 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baza bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha ngeelwimi ezahlukileyo,+ kanye njengoko umoya wawubanika ukuba bathethe amazwi.
11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+
5 ngenxa yokuba uYohane, eneneni, wabhaptiza ngamanzi, kodwa nina niya kubhaptizelwa kumoya oyingcwele+ kungekabi ziintsuku ezininzi emva koku.”
4 baza bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha ngeelwimi ezahlukileyo,+ kanye njengoko umoya wawubanika ukuba bathethe amazwi.