-
Yohane 1:38INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
38 Wandula ke uYesu wajika waza, ebabona belandela, wathi kubo: “Nifuna ntoni na?” Bathi kuye: “Rabhi, (xa liguqulelwa, lithetha uMfundisi,) uhlala phi?”
-