Mateyu 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+ Roma 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ngenxa yoku uKristu wafa waza wabuyela ebomini kwakhona,+ ukuze abe yiNkosi yabafileyo+ nabaphilayo.+ 1 Korinte 15:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Mntundini ungenangqiqo! Oko ukuhlwayelayo akwenziwa kuphile ngaphandle kokuba kuyafa kuqala;+
21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+
9 Kuba ngenxa yoku uKristu wafa waza wabuyela ebomini kwakhona,+ ukuze abe yiNkosi yabafileyo+ nabaphilayo.+