Luka 12:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Eneneni, ndinobhaptizo endimele ndibhaptizwe ngalo, kwaye hayi indlela endibandezeleke ngayo lude lugqitywe!+ Luka 22:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 esithi: “Bawo, ukuba uyanqwena, yishenxise le ndebe kum. Noko ke, makwenzeke, kungekhona ukuthanda kwam,+ kodwa okwakho.”+ Hebhere 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+
50 Eneneni, ndinobhaptizo endimele ndibhaptizwe ngalo, kwaye hayi indlela endibandezeleke ngayo lude lugqitywe!+
42 esithi: “Bawo, ukuba uyanqwena, yishenxise le ndebe kum. Noko ke, makwenzeke, kungekhona ukuthanda kwam,+ kodwa okwakho.”+
7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+