Mateyu 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Umfundi akakho ngaphezu komfundisi wakhe, nekhoboka alingaphezu kwenkosi yalo.+ Luka 6:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Umfundi akakho ngaphezu komfundisi wakhe, kodwa wonk’ ubani oyalelwa ngokugqibeleleyo uya kuba njengomfundisi wakhe.+ Yohane 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Likhumbuleni ilizwi endalitsho kuni ndisithi, Ikhoboka alikho likhulu kunenkosi yalo. Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani;+ ukuba baligcinile ilizwi lam, baya kuligcina nelenu.
40 Umfundi akakho ngaphezu komfundisi wakhe, kodwa wonk’ ubani oyalelwa ngokugqibeleleyo uya kuba njengomfundisi wakhe.+
20 Likhumbuleni ilizwi endalitsho kuni ndisithi, Ikhoboka alikho likhulu kunenkosi yalo. Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani;+ ukuba baligcinile ilizwi lam, baya kuligcina nelenu.