Galati 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndibethelelwe kunye noKristu.+ Ayisendim ophilayo,+ kodwa nguKristu ophila ngokumanyene nam.+ Eneneni, ubomi endibuphilayo ngoku enyameni ndibuphila+ ngokholo kuNyana kaThixo, owandithandayo waza wazinikela ngenxa yam.+ Efese 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngokumanyene naye isakhiwo siphela, esihlonyelwe ndawonye ngemvisiswano,+ sikhulela ekubeni yitempile engcwele kaYehova.+ 1 Yohane 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Lowo uthi uhleli emanyene+ naye ubophelelekile ukuba naye ngokwakhe aqhubeke ehamba kanye njengoko yena lowo wahambayo.+
20 Ndibethelelwe kunye noKristu.+ Ayisendim ophilayo,+ kodwa nguKristu ophila ngokumanyene nam.+ Eneneni, ubomi endibuphilayo ngoku enyameni ndibuphila+ ngokholo kuNyana kaThixo, owandithandayo waza wazinikela ngenxa yam.+
21 Ngokumanyene naye isakhiwo siphela, esihlonyelwe ndawonye ngemvisiswano,+ sikhulela ekubeni yitempile engcwele kaYehova.+
6 Lowo uthi uhleli emanyene+ naye ubophelelekile ukuba naye ngokwakhe aqhubeke ehamba kanye njengoko yena lowo wahambayo.+