IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wanikwa ulawulo+ nesidima+ nobukumkani,+ ukuze zonke izizwana neentlanga neelwimi zimkhonze.+ Ulawulo lwakhe lulawulo oluhlala ngokungenammiselo olungayi kudlula, nobukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.+

  • Mateyu 28:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni.

  • 1 Korinte 15:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kuba umele alawule njengokumkani ade uThixo azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba.+

  • Filipi 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ukuze egameni likaYesu agobe onke amadolo abo basezulwini nawabo basemhlabeni nawabo baphantsi komhlaba,+

  • Hebhere 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Zonke izinto uzithobele phantsi kweenyawo zakhe.”+ Kuba ekubeni ethobele zonke izinto kuye+ uThixo akashiyanga nto ingathotyelwanga kuye.+ Noko ke, ngoku, asikaziboni zonke izinto zithotyelwe kuye;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share