Isaya 53:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+ Yohane 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+ Yohane 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+
11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+
14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+
27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+