1 Tesalonika 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kaloku uThixo akasibizelanga ekungcoleni, kodwa ebungcwaliseni.+ Hebhere 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kungenxa yale “ntando”+ yakhe le nto siye sangcwaliswa+ ngokunikelwa+ komzimba kaYesu Kristu kwaba kanye.+
10 Kungenxa yale “ntando”+ yakhe le nto siye sangcwaliswa+ ngokunikelwa+ komzimba kaYesu Kristu kwaba kanye.+