Yohane 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa ukuba ndiyayenza, kwanakuba ningandikholelwa, yikholelweni imisebenzi,+ ukuze nazi yaye niqhubeke nisazi ukuba uBawo umanyene nam, nam ndimanyene noBawo.”+ Yohane 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Akukholelwa na ukuba mna ndimanyene noBawo yaye uBawo umanyene nam?+ Izinto endizithethayo kuni andizithethi ngokuphuma kum; kodwa uBawo omanyene nam wenza imisebenzi yakhe.+
38 Kodwa ukuba ndiyayenza, kwanakuba ningandikholelwa, yikholelweni imisebenzi,+ ukuze nazi yaye niqhubeke nisazi ukuba uBawo umanyene nam, nam ndimanyene noBawo.”+
10 Akukholelwa na ukuba mna ndimanyene noBawo yaye uBawo umanyene nam?+ Izinto endizithethayo kuni andizithethi ngokuphuma kum; kodwa uBawo omanyene nam wenza imisebenzi yakhe.+