Filipi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+ ISityhilelo 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwisambatho sakhe sangaphezulu, kanye ethangeni lakhe, unegama elibhaliweyo kwathiwa, uKumkani wookumkani neNkosi yeenkosi.+
9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+
16 Kwisambatho sakhe sangaphezulu, kanye ethangeni lakhe, unegama elibhaliweyo kwathiwa, uKumkani wookumkani neNkosi yeenkosi.+