IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Timoti 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Loo ngxelo ithembekile.+

      Ukuba ubani uzabalazela isigxina sobuveleli,+ unqwenela umsebenzi omhle.

  • Tito 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndakushiya eKrete+ ngenjongo yokuba umise izinto ngendlela efanelekileyo, umisele+ namadoda amakhulu kwizixeko ngezixeko, njengoko ndakuyalelayo;+

  • Hebhere 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share