IZenzo 21:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva kokuba emnike imvume, uPawulos, emi kwizinyuko, wawangawangisa+ ngesandla sakhe kubo abantu. Kwakuthi cwaka kakhulu, wathetha nabo ngolwimi lwesiHebhere,+ esithi:
40 Emva kokuba emnike imvume, uPawulos, emi kwizinyuko, wawangawangisa+ ngesandla sakhe kubo abantu. Kwakuthi cwaka kakhulu, wathetha nabo ngolwimi lwesiHebhere,+ esithi: