Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ Genesis 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+ Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+ Duteronomi 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+ Duteronomi 32:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.” Yohane 5:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Enyanisweni, ukuba nanikholelwe kuMoses beniya kukholelwa nakum, kuba yena wabhala ngam.+
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+
43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”