Isaya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+ Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Hezekile 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+ Roma 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+
9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+