IZenzo 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngenene, ukumkani endithetha kuye ngenkululeko yokuthetha wazi kakuhle ngezi zinto; kuba ndeyisekile ukuba akukho nanye kwezi zinto engaphawulekiyo kuye, kuba le nto ibingenzelwanga emfihlekweni.+ Efese 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kwanangenxa yam, ukuze ndinikwe amandla okuthetha+ ekuvuleni kwam umlomo, ndinenkululeko yokuthetha+ ukuze ndiyazise imfihlelo engcwele yeendaba ezilungileyo,+
26 Ngenene, ukumkani endithetha kuye ngenkululeko yokuthetha wazi kakuhle ngezi zinto; kuba ndeyisekile ukuba akukho nanye kwezi zinto engaphawulekiyo kuye, kuba le nto ibingenzelwanga emfihlekweni.+
19 kwanangenxa yam, ukuze ndinikwe amandla okuthetha+ ekuvuleni kwam umlomo, ndinenkululeko yokuthetha+ ukuze ndiyazise imfihlelo engcwele yeendaba ezilungileyo,+