Yohane 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Noko ke, wakutsho oku esingisele kumoya ababeza kuwamkela abo bakholwayo kuye; kuba wawungekabikho umoya,+ ngenxa yokuba uYesu wayengekazukiswa.+ Filipi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+
39 Noko ke, wakutsho oku esingisele kumoya ababeza kuwamkela abo bakholwayo kuye; kuba wawungekabikho umoya,+ ngenxa yokuba uYesu wayengekazukiswa.+
9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+