Luka 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ababingeleli abaziintloko nababhali babefuna indlela ephumelelayo yokuba bambhangise,+ kuba babesoyika abantu.+ IZenzo 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko umphathi namagosa akhe baya baza babazisa, kodwa ngaphandle kogonyamelo, njengoko babesoyika+ ukuxulutywa ngabantu.
2 Ababingeleli abaziintloko nababhali babefuna indlela ephumelelayo yokuba bambhangise,+ kuba babesoyika abantu.+
26 Ngoko umphathi namagosa akhe baya baza babazisa, kodwa ngaphandle kogonyamelo, njengoko babesoyika+ ukuxulutywa ngabantu.