IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba ngemihla emithandathu uYehova wenza amazulu nomhlaba, nolwandle, nayo yonk’ into ekuzo,+ waza waphumla ngomhla wesixhenxe.+ Kungenxa yoko le nto uYehova wawusikelelayo umhla wesabatha, wawungcwalisa.+

  • Nehemiya 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Wena unguYehova wedwa;+ wena wenze amazulu,+ kwanezulu lamazulu, nawo wonke umkhosi wawo,+ umhlaba+ nako konke okuphezu kwawo,+ iilwandle+ nako konke okukuzo;+ yaye zonke uzigcine ziphila; kwaye umkhosi+ wamazulu uqubuda kuwe.

  • INdumiso 146:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UMenzi wezulu nomhlaba,+

      Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+

      Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+

  • ISityhilelo 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 yaza ngaLowo uphila+ ngonaphakade kanaphakade,+ owadala izulu nezinto ezikulo nomhlaba+ nezinto ezikuwo nolwandle nezinto ezikulo,+ yafunga yathi: “Akusayi kulityaziswa;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share