Luka 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+ IZenzo 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko, bazalwana, zifuneleni+ amadoda avunyiweyo asixhenxe phakathi kwenu, azele ngumoya nobulumko,+ ukuze siwamisele phezu kwalo mcimbi uyimfuneko;
15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+
3 Ngoko, bazalwana, zifuneleni+ amadoda avunyiweyo asixhenxe phakathi kwenu, azele ngumoya nobulumko,+ ukuze siwamisele phezu kwalo mcimbi uyimfuneko;