IZenzo 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.” Roma 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 UPawulos, ikhoboka+ likaYesu Kristu nowabizwa+ ukuba abe ngumpostile,+ owahlulelwa iindaba ezilungileyo zikaThixo,+ 1 Timoti 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndinombulelo kuKristu Yesu iNkosi yethu, owandinika amandla, ngenxa yokuba wandigqala ndithembekile+ ngokundabela ubulungiseleli,+
2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.”
1 UPawulos, ikhoboka+ likaYesu Kristu nowabizwa+ ukuba abe ngumpostile,+ owahlulelwa iindaba ezilungileyo zikaThixo,+
12 Ndinombulelo kuKristu Yesu iNkosi yethu, owandinika amandla, ngenxa yokuba wandigqala ndithembekile+ ngokundabela ubulungiseleli,+