IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo+ wakho omele umnqule, yaye nguye yedwa omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+

  • IZenzo 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.

  • ISityhilelo 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngako oko ndawa phantsi phambi kweenyawo zayo ukuba ndiyinqule.+ Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungakwenzi oko!+ Kuphela nje ndilikhoboka kunye nawe kwanakunye nabazalwana bakho abanomsebenzi wokungqina ngoYesu.+ Nqula uThixo;+ kuba injongo yesiprofeto kukunikela ubungqina ngoYesu.”+

  • ISityhilelo 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungakwenzi oko! Nam ndilikhoboka nje kuphela kunye nawe nabazalwana bakho abangabaprofeti+ nabo bagcina amazwi alo msongo. Nqula uThixo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share