IZenzo 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abantu, ndawonye noPawulos, bahamba ke ngolwandle besuka ePafo baza bafika ePerga esePamfiliya.+ Kodwa uYohane+ wemka kubo waza wabuyela+ eYerusalem. IZenzo 15:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa uPawulos akazange acinge ukuba kufanelekile ukuhamba naye, ekubeni wayebashiyile ePamfiliya+ akahamba nabo ukuya emsebenzini.
13 Abantu, ndawonye noPawulos, bahamba ke ngolwandle besuka ePafo baza bafika ePerga esePamfiliya.+ Kodwa uYohane+ wemka kubo waza wabuyela+ eYerusalem.
38 Kodwa uPawulos akazange acinge ukuba kufanelekile ukuhamba naye, ekubeni wayebashiyile ePamfiliya+ akahamba nabo ukuya emsebenzini.