Eksodus 12:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Xa athe owasemzini wahlala nani njengomphambukeli, kwaye eza kuyibhiyozela ipasika kuYehova, mayaluswe yonke into eyindoda kuye.+ Angandula ke aqale ukusondela ukuze ayibhiyozele; yaye woba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akukho mntu ungalukanga umele adle kuyo. Isaya 56:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Nabasemzini abaye bazihlanganisa kuYehova ukuze balungiselele kuye+ nokuze bathande igama likaYehova,+ ukuze babe ngabakhonzi kuye, bonke abo bagcina isabatha ukuze bangayihlambeli nababamba umnqophiso wam,+
48 Xa athe owasemzini wahlala nani njengomphambukeli, kwaye eza kuyibhiyozela ipasika kuYehova, mayaluswe yonke into eyindoda kuye.+ Angandula ke aqale ukusondela ukuze ayibhiyozele; yaye woba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akukho mntu ungalukanga umele adle kuyo.
6 “Nabasemzini abaye bazihlanganisa kuYehova ukuze balungiselele kuye+ nokuze bathande igama likaYehova,+ ukuze babe ngabakhonzi kuye, bonke abo bagcina isabatha ukuze bangayihlambeli nababamba umnqophiso wam,+