2 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wathi uDavide kuYehova, xa wabona ingelosi eyayixabela abantu, ewe, wathi: “Yabona, ndim owonileyo yaye ndim owenze ububi; kodwa ezi zimvu+—zenze ntoni na? Khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam+ naphezu kwendlu kabawo.” 2 Kronike 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wathumela ingelosi+ yaza yatshayela onke amakroti, amadoda anamandla+ nenkokeli nentloko enkampini kakumkani waseAsiriya,+ kangangokuba wabuyela emva ehlazekile waya elizweni lakhe. Kamva wangena endlwini yothixo wakhe yaye abathile ababephume ezibilinini zakhe bamwisa ngekrele.+
17 Waza wathi uDavide kuYehova, xa wabona ingelosi eyayixabela abantu, ewe, wathi: “Yabona, ndim owonileyo yaye ndim owenze ububi; kodwa ezi zimvu+—zenze ntoni na? Khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam+ naphezu kwendlu kabawo.”
21 UYehova wathumela ingelosi+ yaza yatshayela onke amakroti, amadoda anamandla+ nenkokeli nentloko enkampini kakumkani waseAsiriya,+ kangangokuba wabuyela emva ehlazekile waya elizweni lakhe. Kamva wangena endlwini yothixo wakhe yaye abathile ababephume ezibilinini zakhe bamwisa ngekrele.+