Mateyu 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akakho apha, kuba uvusiwe,+ njengoko wayetshilo. Yizani, nibone indawo abelele kuyo. IZenzo 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+
24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+