IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 44:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ndiya kugalela amanzi konxaniweyo,+ nemisinga ethontsizayo kwindawo eyomileyo.+ Ndiya kuthulula umoya wam embewini yakho,+ nentsikelelo yam kwinzala yakho.

  • Hezekile 36:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwaye ndiya kufaka umoya wam ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kwenza ukuba nihambe ngemimiselo yam,+ nizigcine nezigwebo zam nize okunene nizenze.+

  • Zekariya 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ndiza kuthululela phezu kwendlu kaDavide naphezu kwabemi baseYerusalem umoya wobabalo+ nezibongozo,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kukhangela kuLowo bamhlabayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumenzela isijwili njengokwenzelwa isijwili konyana okuphela kwakhe; kuya kubakho isijwili esikrakra ngenxa yakhe njengaxa kukho isijwili esikrakra ngenxa yonyana olizibulo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share