Isaya 53:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+ Roma 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba simbalela umntu engovakaliswa elilungisa ngokholo ngaphandle kwemisebenzi yomthetho.+ Roma 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke, njengokuba ngesigqitho esinye umphumo kubantu bazo zonke iintlobo waba ngumgwebo wesohlwayo,+ ngokunjalo kwanangesenzo esinye sothethelelo+ umphumo kubantu bazo zonke iintlobo+ ukukuvakaliswa kwabo bengamalungisa afanelwe bubomi.+
11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+
18 Ngoko ke, njengokuba ngesigqitho esinye umphumo kubantu bazo zonke iintlobo waba ngumgwebo wesohlwayo,+ ngokunjalo kwanangesenzo esinye sothethelelo+ umphumo kubantu bazo zonke iintlobo+ ukukuvakaliswa kwabo bengamalungisa afanelwe bubomi.+