INdumiso 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba akuyi kuwushiya eShiyol umphefumlo wam.+Akuyi kumvumela onyanisekileyo wakho abone umhadi.+ IZenzo 13:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Uthi kwenye indumiso, ‘Akuyi kumvumela lowo unyanisekileyo wakho ukuba abone ukonakala.’+ IZenzo 13:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kwelinye icala, lowo uThixo wamvusayo akazange abone konakala.+