Luka 24:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 nimele nibe ngamangqina+ ezi zinto. IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ IZenzo 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+