Roma 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+ Filipi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+ 1 Petros 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ungasekunene kukaThixo,+ kuba wemka waya ezulwini; zaza iingelosi+ namagunya namandla zathotyelwa phantsi kwakhe.+
34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+
9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+
22 Ungasekunene kukaThixo,+ kuba wemka waya ezulwini; zaza iingelosi+ namagunya namandla zathotyelwa phantsi kwakhe.+